1
OOKUMKANI I 14:8
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
ndabukrazula ubukumkani endlwini kaDavide, ndakunika; wesuka akwafuza umkhonzi wam uDavide, owayigcinayo imithetho yam, owandilandelayo ngentliziyo yakhe yonke, ukuba enze okuthe tye kodwa emehlweni am
Thelekisa
Phonononga OOKUMKANI I 14:8
2
OOKUMKANI I 14:9
wesuka wena wenza okubi ngaphezu kwabo bonke ababekho ngaphambi kwakho, waya wazenzela thixo bambi, nemifanekiso etyhidiweyo, ukuba undiqumbise, wandiphosa emva komhlana wakho
Phonononga OOKUMKANI I 14:9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo