YouVersion Logo
بائبلمطالعاتی منصوبہVideos
اپلی کیشن حاصل کریں
زبان کا انتخاب کنندہ
تلاش

KWABASEROMA 9 سے مشہور بائبلی آیات

1

KWABASEROMA 9:16

IBHAYIBHILE

XHO96

Ke ukunyulwa komntu akuxhomekekanga ekuzithandeleni komntu, okanye ekwenzeni kwakhe, koko kuxhomekeke kwinceba kaThixo.

موازنہ

تلاش KWABASEROMA 9:16

2

KWABASEROMA 9:15

IBHAYIBHILE

XHO96

Kaloku wathi kuMosis: “Ndiya kuba nenceba kulowo ndinenceba kuye, ndibe netarhu kulowo ndinetarhu kuye.”

موازنہ

تلاش KWABASEROMA 9:15

3

KWABASEROMA 9:20

IBHAYIBHILE

XHO96

Mntundini, kuxa ungubani wena ukuba ungade uphendulane noThixo? Into ebunjiweyo ingátsho njani kumbumbi wayo ukuthi: “Yini na ukuba undenjenje ukundibumba?”

موازنہ

تلاش KWABASEROMA 9:20

4

KWABASEROMA 9:18

IBHAYIBHILE

XHO96

Ngoko ke uThixo unenceba kulowo athanda ukumenzela inceba, aze ayenze lukhuni intliziyo yalowo athanda ukuyenza lukhuni.

موازنہ

تلاش KWABASEROMA 9:18

5

KWABASEROMA 9:21

IBHAYIBHILE

XHO96

Akanalo kakade umbumbi ilungelo lokuthi ngamdongwe mnye enze ingqayi exabisekileyo kwanengaxabisekanga?

موازنہ

تلاش KWABASEROMA 9:21

اس KWABASEROMA 9 کے مطابق مفت مطالعاتی منصوبے اور عقیدت بھرے پیغام

پچھلا باب
اگلا باب
YouVersion

آپ کو ہر روز خدا کے ساتھ قربت حاصل کرنے کی ترغیب دینا اور چیلنج کرنا۔.

خدمت

بارے میں

آسامیاں

رضاکار

Blog

Press

Useful Links

مدد

ہدیہ دیں

بائبل ورژن

Audio Bibles

بائبل کی زبانیں

آج کی آیت


کی ایک ڈیجیٹل خدمت

Life.Church
اردو

©2026 Life.Church / YouVersion

Privacy Policyشرائط
حساس کا انکشاف کرنے والا عمل
FacebookTwitterInstagramیوٹیوبپنٹیرسٹ