YouVersion Logo
بائبلمطالعاتی منصوبہVideos
اپلی کیشن حاصل کریں
زبان کا انتخاب کنندہ
تلاش

UMSEBENZI WABATHUNYWA 9 سے مشہور بائبلی آیات

1

UMSEBENZI WABATHUNYWA 9:15

IBHAYIBHILE

XHO96

Yaza yathi iNkosi kuye: “Hamba uye kuyo, kuba mna ndiyikhethile ukuba indisebenzele, yazise igama lam kwiintlanga nakookumkani nakulo usapho lukaSirayeli.

موازنہ

تلاش UMSEBENZI WABATHUNYWA 9:15

2

UMSEBENZI WABATHUNYWA 9:4-5

IBHAYIBHILE

XHO96

Watsho wawa phantsi, waza weva ilizwi limbiza lisithi kuye: “Sawule, Sawule, unditshutshiselani na?” Yena wabuza wathi: “Wena ungubani, Nkosi?” Ilizwi elo laphendula lathi: “Mna ndinguYesu, lowo umtshutshisayo wena.

موازنہ

تلاش UMSEBENZI WABATHUNYWA 9:4-5

3

UMSEBENZI WABATHUNYWA 9:17-18

IBHAYIBHILE

XHO96

Wahamba ke uHananiya, wangena endlwini leyo ebeyixelelwe, wambeka izandla uSawule, esithi: “Sawule, mfondini, iNkosi indithumile, uYesu ngokwakhe, lo umbonileyo endleleni, xa ubusiza apha. Indithumele ukuze wena uphinde ufumane ukubona, uzaliswe nanguMoya oyiNgcwele.” Ngoko nangoko kwaba ngathi amehlo kaSawule ongulwe, waza waphinda wanako ukubona. Wathi akuvuka wabhaptizwa.

موازنہ

تلاش UMSEBENZI WABATHUNYWA 9:17-18

اس UMSEBENZI WABATHUNYWA 9 کے مطابق مفت مطالعاتی منصوبے اور عقیدت بھرے پیغام

پچھلا باب
اگلا باب
YouVersion

آپ کو ہر روز خدا کے ساتھ قربت حاصل کرنے کی ترغیب دینا اور چیلنج کرنا۔.

خدمت

بارے میں

آسامیاں

رضاکار

Blog

Press

Useful Links

مدد

ہدیہ دیں

بائبل ورژن

Audio Bibles

بائبل کی زبانیں

آج کی آیت


کی ایک ڈیجیٹل خدمت

Life.Church
اردو

©2026 Life.Church / YouVersion

Privacy Policyشرائط
حساس کا انکشاف کرنے والا عمل
FacebookTwitterInstagramیوٹیوبپنٹیرسٹ