YouVersion Logo
بائبلمطالعاتی منصوبہVideos
اپلی کیشن حاصل کریں
زبان کا انتخاب کنندہ
تلاش

UMSEBENZI WABATHUNYWA 3 سے مشہور بائبلی آیات

1

UMSEBENZI WABATHUNYWA 3:19

IBHAYIBHILE

XHO96

Guqukani ke ngoko, nibuyele kuThixo, ukuze zicinywe izono zenu

موازنہ

تلاش UMSEBENZI WABATHUNYWA 3:19

2

UMSEBENZI WABATHUNYWA 3:6

IBHAYIBHILE

XHO96

Uthe uPetros: “Imali andinayo, kodwa ndiza kukunika into endinayo – egameni likaYesu Krestu waseNazarete, ndithi kuwe: ‘Phakama, uhambe.’ ”

موازنہ

تلاش UMSEBENZI WABATHUNYWA 3:6

3

UMSEBENZI WABATHUNYWA 3:7-8

IBHAYIBHILE

XHO96

Akuba etshilo, wayibamba ngesandla sokunene, wayiphakamisa. Ngoko nangoko iinyawo namaqatha ayo omelela. Yatsho umtsi, yema ngeenyawo, yahamba-hamba. Yaza yangena nabo endlwini kaThixo, ihamba itsiba-tsiba, ibulela uThixo.

موازنہ

تلاش UMSEBENZI WABATHUNYWA 3:7-8

4

UMSEBENZI WABATHUNYWA 3:16

IBHAYIBHILE

XHO96

Kukuvuma nokuzinikela kwigama likaYesu okuyomelezileyo le ndoda niyibonayo, niyaziyo. Ligunya legama lakhe elimenze waphila njengokuba nimbona elapha phambi kwenu nje lo mntu.

موازنہ

تلاش UMSEBENZI WABATHUNYWA 3:16

اس UMSEBENZI WABATHUNYWA 3 کے مطابق مفت مطالعاتی منصوبے اور عقیدت بھرے پیغام

پچھلا باب
اگلا باب
YouVersion

آپ کو ہر روز خدا کے ساتھ قربت حاصل کرنے کی ترغیب دینا اور چیلنج کرنا۔.

خدمت

بارے میں

آسامیاں

رضاکار

Blog

Press

Useful Links

مدد

ہدیہ دیں

بائبل ورژن

Audio Bibles

بائبل کی زبانیں

آج کی آیت


کی ایک ڈیجیٹل خدمت

Life.Church
اردو

©2026 Life.Church / YouVersion

Privacy Policyشرائط
حساس کا انکشاف کرنے والا عمل
FacebookTwitterInstagramیوٹیوبپنٹیرسٹ