YouVersion Logo
بائبلمطالعاتی منصوبہVideos
اپلی کیشن حاصل کریں
زبان کا انتخاب کنندہ
تلاش

UMSEBENZI WABATHUNYWA 11 سے مشہور بائبلی آیات

1

UMSEBENZI WABATHUNYWA 11:26

IBHAYIBHILE

XHO96

Akumfumana, waya naye eAntiyokwe. Yaba ngunyaka wonke aba babini behlala phakathi kwebandla elo, baza baqeqesha iqela elikhulu. Kwakulapha eAntiyokwe apho abalandeli bakaYesu baqala ukubizwa ngokuba ngamaKrestu.

موازنہ

تلاش UMSEBENZI WABATHUNYWA 11:26

2

UMSEBENZI WABATHUNYWA 11:23-24

IBHAYIBHILE

XHO96

Akuba efikile khona, wabubona ububele bukaThixo ebantwini; waza wavuya wabalúleka bonke ukuba bathembeke, banyaniseke eNkosini ngeentliziyo zabo zonke. UBharnabha wayeyindoda elungileyo, ezele nguMoya oyiNgcwele nalukholo. Abantu abaninzi bazinikela eNkosini

موازنہ

تلاش UMSEBENZI WABATHUNYWA 11:23-24

3

UMSEBENZI WABATHUNYWA 11:17-18

IBHAYIBHILE

XHO96

Kucace gcaa ukuba uThixo ezaa ntlanga uzinike kanye esiya sipho wasinika sona thina siyamkeleyo iNkosi uYesu Krestu. Bendingubani na ke mna ukuba ndingáde ndime phambi kwentando kaThixo?” Yabanelisa le ngxelo, baza bamdumisa uThixo, ngokuba kuthe kanti neentlanga ezi uThixo uyazinika ithuba lokuguquka, ukuze zidle ubomi.

موازنہ

تلاش UMSEBENZI WABATHUNYWA 11:17-18

اس UMSEBENZI WABATHUNYWA 11 کے مطابق مفت مطالعاتی منصوبے اور عقیدت بھرے پیغام

پچھلا باب
اگلا باب
YouVersion

آپ کو ہر روز خدا کے ساتھ قربت حاصل کرنے کی ترغیب دینا اور چیلنج کرنا۔.

خدمت

بارے میں

آسامیاں

رضاکار

Blog

Press

Useful Links

مدد

ہدیہ دیں

بائبل ورژن

Audio Bibles

بائبل کی زبانیں

آج کی آیت


کی ایک ڈیجیٹل خدمت

Life.Church
اردو

©2026 Life.Church / YouVersion

Privacy Policyشرائط
حساس کا انکشاف کرنے والا عمل
FacebookTwitterInstagramیوٹیوبپنٹیرسٹ