YouVersion Logo
بائبلمطالعاتی منصوبہVideos
اپلی کیشن حاصل کریں
زبان کا انتخاب کنندہ
تلاش

IGENESIS 8 سے مشہور بائبلی آیات

1

IGENESIS 8:21-22

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

UThixo weva ivumba elithozamisayo, wathi uYehova entliziyweni yakhe, Andisayi kuphinda ndilitshabhise ihlabathi ngenxa yomntu, ngokuba ukuyila kwentliziyo yomntu kubi kwasebutsheni bakhe; andisayi kuphinda ndizibhubhise zonke izinto eziphilileyo, njengoko ndenzé ngako. Kuthabathela apha, ngayo yonke imihla yehlabathi, akuyi kuphela ukuhlwayela nokuvuna, ukubanda nobushushu, ihlobo nobusika, imini nobusuku.

موازنہ

تلاش IGENESIS 8:21-22

2

IGENESIS 8:20

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

UNowa wamakhela uYehova isibingelelo, wathabatha kwizinto zonke ezizitho ziné ezihlambulukileyo, nakwiintaka zonke ezihlambulukileyo, wanyusa amadini anyukayo esibingelelweni eso.

موازنہ

تلاش IGENESIS 8:20

3

IGENESIS 8:1

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

UThixo wamkhumbula uNowa, neento zonke eziphilileyo, nezinto zonke ezizitho ziné ezazinaye emkhombeni; uThixo wahambisa umoya ehlabathini, awutha amanzi.

موازنہ

تلاش IGENESIS 8:1

4

IGENESIS 8:11

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Leza kuye ihobe ngexesha langokuhlwa; nanko, kukho igqabi lomnquma elisandula ukukhiwa emlonyeni walo; wazi uNowa, ukuba ehlile amanzi ehlabathini.

موازنہ

تلاش IGENESIS 8:11

پچھلا باب
اگلا باب
YouVersion

آپ کو ہر روز خدا کے ساتھ قربت حاصل کرنے کی ترغیب دینا اور چیلنج کرنا۔.

خدمت

بارے میں

آسامیاں

رضاکار

Blog

Press

Useful Links

مدد

ہدیہ دیں

بائبل ورژن

Audio Bibles

بائبل کی زبانیں

آج کی آیت


کی ایک ڈیجیٹل خدمت

Life.Church
اردو

©2026 Life.Church / YouVersion

Privacy Policyشرائط
حساس کا انکشاف کرنے والا عمل
FacebookTwitterInstagramیوٹیوبپنٹیرسٹ