YouVersion logo
Dugme za pretraživanje

Ivangeli ka‐Mateyu 3:16

Ivangeli ka‐Mateyu 3:16 XHO1902A

Waza wati u‐Yesu, akuba ebapitizeshiwe, waselenyuka emanzini; kekaloku bona ke, izulu lavulekela kuye, waza wabona umoya katixo esihla njengehobe, esiza pezu kwake.

Video za Ivangeli ka‐Mateyu 3:16