YouVersion logo
Dugme za pretraživanje

Ivangeli ka‐Mateyu 18:19

Ivangeli ka‐Mateyu 18:19 XHO1902A

Kanjako nditi kuni: Ukuba ababini kuni baya kuvumelana emhlabeni apa ngayo enye indawo basukuba becela yona, iya kwenzelwa bona ngubawo osezulwini.