YouVersion logo
Dugme za pretraživanje

Ivangeli ka‐Mateyu 12:31

Ivangeli ka‐Mateyu 12:31 XHO1902A

Ngako oko nditi kuni: Konke ukwona nokugxeka baya kuxolelwa kona abantu; kodwa ukumgxeka umoya oyingcwele abayi kuxolelwa kona abantu.