U‐Joweli 1:13
U‐Joweli 1:13 XHO1902A
Binqani, nenze isijwili, nina baperisite! kalani, nina bakonzi besibingelo! ngenani, nihlale ngentlakantlaka ubusuku bonke, nina bakonzi botixo wam! ngokuba umnikelo wokudla, nomnikelo wokusela, ubanjiwe kuyo indlu katixo wenu.


