U‐Hosheha 3:5
U‐Hosheha 3:5 XHO1902A
Kamva lwobuya usapo luka‐Sirayeli, lufune uyehova, utixo walo, no‐Davide, ukumkani walo; lwaluya kuza ngokungcangcazela kuyehovanakuko ukulunga kwake, emihleni yokupela.