U‐Habakuke 3:17-18
U‐Habakuke 3:17-18 XHO1902A
Nakuba umkiwane ungatyatyambi, kungeko ukuxakata emitini yeveyine; nakuba ukuhlanza kweminquma kutshitsha, engavelisi ukutya amasimi; nakuba umhlambi unqanyulwa esibayeni, zingeko inkomo ezitaleni: ndiya kuvuyelela noko kuyehova, ndiya kugcoba kutixo wosindiswa lwam.




