Logo Aplikacije Biblija
Dugme za pretraživanje

I‐Genesise 9:12-13

I‐Genesise 9:12-13 XHO1902A

Wayesiti utixo: Lo ngumqondiso wocebano olo ndilwenzayo pakati kwam nani, nazo zonke izinto ezipilileyo ezikuni, kwisizukulwana ngesizukulwana kude kube ngunapakade: Umnyama wam ndiwubekile elifini; wona woba ngumqondiso wocebano pakati kwam nomhlaba.