YouVersion logo
Dugme za pretraživanje

I‐Genesise 28:20-22

I‐Genesise 28:20-22 XHO1902A

Waza u‐Yakobi wasenza isibambiso, esiti: Nxa utixo aya kuba nam, andigcine kulendlela ndihamba ngayo, andinike isonka sokutya nengubo yokwambata; ndide ndibuye ndize ngoxolo endlwini kabawo: uya kwandula uyehova abe ngutixo wam; nelitye eli, endilimisileyo libe sisimo sokukumbuza, loba yindlu katixo; nako konke uya kundipa kona, ndomana ndinika isishumi sako kuwe.