U‐Danyeli 5:25-28
U‐Danyeli 5:25-28 XHO1902A
Nasi isiba̔lo esibe siba̔liwe: Mene, mene, tekeli, uparesine. Koku ukutyilwa kwalendawo: Mene; utixo ubalile ubukumkani bako, ubupelisile. Tekeli; ulinganisiwe ezilinganiselweni, wafunyanwa ulula. Perese; ubukumkani bako bahlulwe, bunikiwe kuwo ama‐Medi nama‐Peresiya.


