YouVersion logo
Dugme za pretraživanje

UMATEWU 2:12-13

UMATEWU 2:12-13 XHO96

Zathi ke, ziyalelwe nguThixo ephupheni ukuba zingabuyi ziye kuHerode, zemka ngandlela yimbi ukuya kwelakowazo. Zakuba zimkile iingcali, kwabonakala isithunywa seNkosi kuJosefu ephupheni, sisithi: “Vuka, uthathe umntwana nonina, ubalekele eJiputa, uhlale apho de ndikuxelele, kuba uHerode uzimisele ukumbulala umntwana.”

Video za UMATEWU 2:12-13

Besplatni planovi za čitanje i pobožosti koje se odnose na UMATEWU 2:12-13