Mufananidzo weYouVersion
Mucherechedzo Wekutsvaka

UMATEYU 27:22-23

UMATEYU 27:22-23 XHO75

Bathe ke bona, NguBharabhas. Athi uPilato kubo, Ndímenzeni na ke uYesu ekuthiwa nguKristu? Bathi kuye bonke, Makabethelelwe emnqamlezweni. Yathi ke irhuluneli, Kuba enze bubi buni na? Kwaba kukhona ke bancamisayo ukunkqangaza, besithi, Makabethelelwe emnqamlezweni.

Verenga chikamu UMATEYU 27