Mufananidzo weYouVersion
Mucherechedzo Wekutsvaka

UMATEYU 18:2-3

UMATEYU 18:2-3 XHO75

UYesu wabizela kuye umntwana, wammisa phakathi kwabo. Wathi, Inene, ndithi kuni, Ukuba anithanga niguquke, nibe njengabantwana aba, aniyi kukha ningene ebukumkanini bamazulu.

Verenga chikamu UMATEYU 18

Mufananidzo weVhesi re {{ zvinoenderana neizvi }}

UMATEYU 18:2-3 - UYesu wabizela kuye umntwana, wammisa phakathi kwabo. Wathi, Inene, ndithi kuni, Ukuba anithanga niguquke, nibe njengabantwana aba, aniyi kukha ningene ebukumkanini bamazulu.