1
IINDUMISO 62:8
IBHAYIBHILE
XHO96
Maxa onke thembelani kuye, bantundini, nizityand' igila kuye; kaloku uThixo yinqaba yethu.
සසඳන්න
IINDUMISO 62:8 ගවේෂණය කරන්න
2
IINDUMISO 62:5
Ndithe cwaka, ndikholose ngoThixo; kaloku nguye yedwa ithemba lam.
IINDUMISO 62:5 ගවේෂණය කරන්න
3
IINDUMISO 62:6
Ndizimela ngaye, nguye ondisindisayo. Yinqaba yam, soze ndichukunyiswe.
IINDUMISO 62:6 ගවේෂණය කරන්න
4
IINDUMISO 62:1
Ndithe cwaka ndikholose ngoThixo; kaloku nguye yedwa ondikhululayo.
IINDUMISO 62:1 ගවේෂණය කරන්න
5
IINDUMISO 62:2
IINDUMISO 62:2 ගවේෂණය කරන්න
6
IINDUMISO 62:7
Ndisindiswa nguThixo, uliwonga lam. UThixo yinqaba yam, ndizimela ngaye.
IINDUMISO 62:7 ගවේෂණය කරන්න