1
IINDUMISO 45:7
IBHAYIBHILE
XHO96
Ungumathand' ubulungisa; uyithiyil' inkohlakalo. Ngenxa yaloo nto ke, Thixo, uThixo wakho ukuthambisile. Ewe, ukuthe jize ngesihomo nesithozela esisigqwesayo esoogxa bakho.
සසඳන්න
IINDUMISO 45:7 ගවේෂණය කරන්න
2
IINDUMISO 45:6
Kambe ulawulo lwakho, Thixo, aluphele ndawo; owakho umsimbithi ngowobulungisa.
IINDUMISO 45:6 ගවේෂණය කරන්න
3
IINDUMISO 45:17
Ke mna ndiya kulubhengeza udumo lwegama lakho. Uya kudunyiswa zizizukulwana ziphela. Ewe, zonke izizwe ziya kutyibela, zikubonga kude kube ngunaphakade.
IINDUMISO 45:17 ගවේෂණය කරන්න