1
IINDUMISO 43:5
IBHAYIBHILE
XHO96
Hee! Ngani ukuba ndidakumbe kangaka? Ngani ukuba ndikhathazeke kangaka? Hayi bo! Mandikholose ngoThixo, khon' ukuze ndibuyele ekumdumiseni uMsindisi noThixo wam.
සසඳන්න
IINDUMISO 43:5 ගවේෂණය කරන්න
2
IINDUMISO 43:3
Mandikhanyiselwe nguwe, ndikhokelwe yinyaniso yakho. Mazindise entabeni yakho engcwele, endlwini elikhaya lakho.
IINDUMISO 43:3 ගවේෂණය කරන්න
3
IINDUMISO 43:1
Ngamana wandigwebela, Thixo. Ewe, mandiphume phambili ekumangalelweni ngabantu abakuchasileyo. Ndihlangule kubantu abanamaqhinga nobuqhokolo.
IINDUMISO 43:1 ගවේෂණය කරන්න