1
IINDUMISO 103:2
IBHAYIBHILE
XHO96
Moya wam, mbonge uNdikhoyo, ungaze uyilibale imisebenzi yakhe emihle nanini-nanini
සසඳන්න
IINDUMISO 103:2 ගවේෂණය කරන්න
2
IINDUMISO 103:3-5
uloxolela zonk' izono zam; ulophilisa zonk' izifo endinazo; ulohlangula ubomi bam enzonzobileni, andambese ngezibele nangenceba; ulondenzel' izintw' ezintle ebomini, ndihlale ndingumqaba-qaba njengokhozi.
IINDUMISO 103:3-5 ගවේෂණය කරන්න
3
IINDUMISO 103:1
Mbonge *uNdikhoyo, moya wam! Mandimbonge uNdikhoyo ngomxhelo wam wonke!
IINDUMISO 103:1 ගවේෂණය කරන්න
4
IINDUMISO 103:13
Bufana nomzali kubantwana ububele bukaNdikhoyo kwabamnik' imbeko.
IINDUMISO 103:13 ගවේෂණය කරන්න
5
IINDUMISO 103:12
ulogxoth' izono zithi qelele kuthi njengempumalanga nentshonalanga.
IINDUMISO 103:12 ගවේෂණය කරන්න
6
IINDUMISO 103:8
UNdikhoyo unenceba nesisa; uqumba kade, yimvuze-mvuze enobubele.
IINDUMISO 103:8 ගවේෂණය කරන්න
7
IINDUMISO 103:10-11
Akasohlwayi njengoko sifanelwe kukohlwaywa, engaziphindezeli ngokwezigqitho zethu. Kungangokuba kude kwesibhakabhaka emhlabeni ukubalasela kwezibele zakhe kwabamhlonelayo
IINDUMISO 103:10-11 ගවේෂණය කරන්න
8
IINDUMISO 103:19
UNdikhoyo ungqendev' esihlalweni sakhe ebhotw' ezulwini; ulawulo lwakhe luqhakamshela ihlabathi liphela.
IINDUMISO 103:19 ගවේෂණය කරන්න