1
IINDUMISO 100:5
IBHAYIBHILE
XHO96
Kaloku lilunga uNdikhoyo; izibele zakhe ziya kuhlala zihleli, ahlale ethembekile kude kube nini-nini.
සසඳන්න
IINDUMISO 100:5 ගවේෂණය කරන්න
2
IINDUMISO 100:4
Ngenani nibulela emasangweni akhe; ngenani ngeendumiso endlwini yakhe; mbuleleni, nidumise igama lakhe!
IINDUMISO 100:4 ගවේෂණය කරන්න
3
IINDUMISO 100:2
Mnquleni uNdikhoyo nivuya, nize kuye nisombela iingom' ezimyoli!
IINDUMISO 100:2 ගවේෂණය කරන්න
4
IINDUMISO 100:3
Yazin' ukuba uNdikhoyo nguThixo; nguye owasidalayo, yaye singabakhe, singabantu bakhe, singumhlambi wakhe.
IINDUMISO 100:3 ගවේෂණය කරන්න