1
UMATEYU 8:26
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Athi kubo, Yini na ukuba nibe ngamagwala, bantundini balukholo luncinane? Waza wavuka, wayikhalimela imimoya nolwandle; kwabakho ukuzola okukhulu.
සසඳන්න
UMATEYU 8:26 ගවේෂණය කරන්න
2
UMATEYU 8:8
Waphendula umthetheli-khulu, wathi, Nkosi, andikulingene ukuba ude ungene phantsi kophahla lwam; thetha ilizwi lodwa, sophiliswa isicaka sam.
UMATEYU 8:8 ගවේෂණය කරන්න
3
UMATEYU 8:10
Evile ke uYesu wamangaliswa, wathi kwabalandelayo, Inene ndithi kuni, andifumananga lukholo lungaka nakwaSirayeli.
UMATEYU 8:10 ගවේෂණය කරන්න
4
UMATEYU 8:13
Waza wathi uYesu kumthetheli-khulu, Hamba ke, makwenzeke kuwe ngokokholo lwakho. Saphiliswa kwangalo elo lixa isicaka sakhe.
UMATEYU 8:13 ගවේෂණය කරන්න
5
UMATEYU 8:27
Bamangaliswa ke abantu abo, besithi, Ngumntu mni na lo, le nto alulanyelwayo nayimimoya nalulwandle?
UMATEYU 8:27 ගවේෂණය කරන්න