1
UMATEYU 4:4
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Waphendula ke yena wathi, Kubhaliwe kwathiwa, Akaphili ngasonka sodwa umntu, uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaThixo.
සසඳන්න
UMATEYU 4:4 ගවේෂණය කරන්න
2
UMATEYU 4:10
Aze athi uYesu kuye, Suka umke, Sathana; kuba kubhaliwe kwathiwa, YiNkosi uThixo wakho oya kuqubuda kuyo, ukhonze yona yodwa.
UMATEYU 4:10 ගවේෂණය කරන්න
3
UMATEYU 4:7
Wathi uYesu kuye, Kubhaliwe kanjalo kwathiwa, Uze ungayihendahendi iNkosi uThixo wakho.
UMATEYU 4:7 ගවේෂණය කරන්න
4
UMATEYU 4:1-2
Waza uYesu wenyuswa nguMoya, wasiwa entlango, ukuba ahendwe nguMtyholi. Uthe akuba ezilé ukudla iimini ezimashumi mané nobusuku obumashumi mané, ekupheleni kwazo walamba.
UMATEYU 4:1-2 ගවේෂණය කරන්න
5
UMATEYU 4:19-20
Athi ke kubo, Yizani apha nindilandele; ndonenza nibe ngababambisi babantu. Bayishiya kwaoko iminatha, bamlandela ke.
UMATEYU 4:19-20 ගවේෂණය කරන්න
6
UMATEYU 4:17
Waqala oko uYesu ukumemeza, esithi, Guqukani, kuba ubukumkani bamazulu busondele.
UMATEYU 4:17 ගවේෂණය කරන්න