1
UMATEYU 25:40
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Aze aphendule ukumkani athi kuwo, Inene ndithi kuni, Ekubeni nenjenjalo nakumnye waba bazalwana bam bangabona bancinane, nenjenjalo nakum.
සසඳන්න
UMATEYU 25:40 ගවේෂණය කරන්න
2
UMATEYU 25:21
Yathi ke kuye inkosi yakhe, Hee ke, mkhonzi ulungileyo, uthembekileyo! Ubuthembekile kwiinto ezimbalwa; ndiya kukumisa phezu kweento ezininzi; ngena eluvuyweni lwenkosi yakho.
UMATEYU 25:21 ගවේෂණය කරන්න
3
UMATEYU 25:29
Kuba wonke umntu onako uya kunikwa, abe nako ngokugqithiseleyo; ke ongenako, uya kuhluthwa kwanoko anako.
UMATEYU 25:29 ගවේෂණය කරන්න
4
UMATEYU 25:13
Phaphani ngoko, ngokuba ningayazi imini kwanalo ilixa.
UMATEYU 25:13 ගවේෂණය කරන්න
5
UMATEYU 25:35
kuba ndalamba, nandipha ukudla; ndanxanwa, nandiseza; ndandingowasemzini, nandingenisa endlwini
UMATEYU 25:35 ගවේෂණය කරන්න
6
UMATEYU 25:23
Yathi kuye inkosi yakhe, Hee ke, mkhonzi ulungileyo, uthembekileyo! Ubuthembekile kwiinto ezimbalwa; ndiya kukumisa phezu kweento ezininzi; ngena eluvuyweni lwenkosi yakho.
UMATEYU 25:23 ගවේෂණය කරන්න
7
UMATEYU 25:36
ndandizé, nandambesa; ndandisifa, nandivelela; ndandisentolongweni, neza kum.
UMATEYU 25:36 ගවේෂණය කරන්න