1
UMATEYU 18:20
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Kuba apho bahlanganisene khona egameni lam, nokuba babini nokuba bathathu, ndikho mna apho phakathi kwabo.
සසඳන්න
UMATEYU 18:20 ගවේෂණය කරන්න
2
UMATEYU 18:19
Kanjalo ndithi kuni, Ukuba ababini kuni bathe bavumelana emhlabeni apha ngeendawo zonke abangazicelayo, bozenzelwa nguBawo osemazulwini.
UMATEYU 18:19 ගවේෂණය කරන්න
3
UMATEYU 18:2-3
UYesu wabizela kuye umntwana, wammisa phakathi kwabo. Wathi, Inene, ndithi kuni, Ukuba anithanga niguquke, nibe njengabantwana aba, aniyi kukha ningene ebukumkanini bamazulu.
UMATEYU 18:2-3 ගවේෂණය කරන්න
4
UMATEYU 18:4
Osukuba ngoko ethe wazithoba njengaló mntwana nguye omkhulu kunabanye ebukumkanini bamazulu.
UMATEYU 18:4 ගවේෂණය කරන්න
5
UMATEYU 18:5
Kanjalo othe wamkela umntwana onje, noko amnye, egameni lam, wamkela mna.
UMATEYU 18:5 ගවේෂණය කරන්න
6
UMATEYU 18:18
Inene, ndithi kuni, Konke enithe nakubopha emhlabeni, kobotshwa emazulwini; nako konke enithe nakukhulula emhlabeni, kokhululwa emazulwini.
UMATEYU 18:18 ගවේෂණය කරන්න
7
UMATEYU 18:35
Wothi noBawo wasemazulwini enjenjalo kuni, ukuba anithanga nonke ngabanye nabaxolela abazalwana benu iziphoso zabo ngeentliziyo zenu.
UMATEYU 18:35 ගවේෂණය කරන්න
8
UMATEYU 18:6
Ke othe wakhubekisa noko amnye waba bancinane bakholwayo kum, ebelungelwe kanye kukuba anxitywe ilitye lokusila entanyeni, antywiliselwe enzulwini yolwandle.
UMATEYU 18:6 ගවේෂණය කරන්න
9
UMATEYU 18:12
Nithini na nina? Ukuba umntu uthe wanekhulu lezimvu, ize kulahleke enye kuzo, akazishiyi na ezimashumi asithoba anesithoba ezintabeni, aye afune leyo ilahlekileyo?
UMATEYU 18:12 ගවේෂණය කරන්න