1
UMATEYU 12:36-37
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Ndithi ke kuni, Onke amazwi angewaní abathe bawathetha abantu, baya kuphendula ngawo ngomhla womgwebo; kuba ngawo amazwi akho ùya kugwetyelwa, nangawo amazwi akho ùya kugwetywa.
සසඳන්න
UMATEYU 12:36-37 ගවේෂණය කරන්න
2
UMATEYU 12:34
Nzalandini yamarhamba, ningathini na ukuba nako ukuthetha izinto ezilungileyo, nikhohlakele nje? Kuba umlomo uthetha ngokuphuphuma kwentliziyo.
UMATEYU 12:34 ගවේෂණය කරන්න
3
UMATEYU 12:35
Umntu olungileyo, ebuncwaneni obulungileyo bentliziyo yakhe, ukhupha izinto ezilungileyo; nomntu okhohlakeleyo, ebuncwaneni obukhohlakeleyo, ukhupha izinto ezikhohlakeleyo.
UMATEYU 12:35 ගවේෂණය කරන්න
4
UMATEYU 12:31
Ngenxa yoko ndithi kuni, Konke ukona nokunyelisa bokuxolelwa abantu; kodwa khona ukumnyelisa uMoya oyiNgcwele abasayi kukuxolelwa abantu.
UMATEYU 12:31 ගවේෂණය කරන්න
5
UMATEYU 12:33
Wenzeni mhle umthi, nesiqhamo sawo sibe sihle; nithi mhlawumbi niwenze mbi umthi, nesiqhamo sawo sibe sibi; kuba umthi waziwa ngesiqhamo sawo.
UMATEYU 12:33 ගවේෂණය කරන්න