Logotipo da YouVersion
Ícone de Pesquisa

KwabaseRoma 11:17-18

KwabaseRoma 11:17-18 CXB24

Ukuba inxenye yamasebe yavuthululwa, wathi ke wena, ungumnquma wasendle, wamiliselwa phakathi kwawo, wabelana nawo ngeengcambu nasekutyebeni komnquma; Musani ukuwaqhayisela amasebe; ke ukuba uyawaqhayisela, yazi ukuba asinguwe oyithweleyo ingcambu;

Ler KwabaseRoma 11

Vídeo para KwabaseRoma 11:17-18

Planos de Leitura e Devocionais gratuitos relacionados a KwabaseRoma 11:17-18