Logotipo da YouVersion
Ícone de Pesquisa

iZenzo 2:2-4

iZenzo 2:2-4 CXB24

Kwaza ngequbuliso kwaphuma ezulwini isandi esinjengesomoya ovuthuza ngamandla, sayizalisa yonke indlu ababehleli kuyo. Kwabonakala kubo iilwimi ezabekayo, ngathi zezomlilo, lwaolo lwaolo lwahlala phezu kwabo bonke ngabanye. Bazaliswa bonke nguMoya oyiNgcwele, baqala ukuthetha ngalwimi zimbi, njengoko uMoya wayebanika ukuba bathethe baphimisele.

Ler iZenzo 2

Planos de Leitura e Devocionais gratuitos relacionados a iZenzo 2:2-4