iZenzo 19:11-12
iZenzo 19:11-12 CXB24
uThixo ke wenza imisebenzi yamandla ebalulekileyo ngesandla sikaPawulos. Kaloku iiqhiya neefaskoti ziphuma emzimbeni wakhe, zisiwe kwabagulayo, zisuke kubo izifo, bathi noomoya abakhohlakeleyo baphume kubo.