iZenzo 12:7
iZenzo 12:7 CXB24
Naso isithunywa seNkosi, sisithi gaga phezu kwakhe, kwakhanya nokukhanya entolongweni, sambetha ecaleni uPetros, samvusa, sisithi, Phakama ngokukhawuleza. Yawa imixokelelwane yakhe ezandleni zakhe.