Logotipo da YouVersion
Ícone de Pesquisa

Izenzo zabapostile 15:8-9

Izenzo zabapostile 15:8-9 XHO1902A

Kanjako UTIXO ozaziyo intliziyo wabanqi̔nela, enikile kubo UMOYA OYINGCWELE, njengokuba ebemnikile nakuti; engenzanga kwahluka pakati kwetu nabo, ehlambulule intliziyo zabo ngokolo.

Planos de Leitura e Devocionais gratuitos relacionados a Izenzo zabapostile 15:8-9