Logotipo da YouVersion
Ícone de Pesquisa

Izenzo zabapostile 11:23-24

Izenzo zabapostile 11:23-24 XHO1902A

owati efikile nje, nofefe LUKATIXO elubonile, wavuya, wabayala bonke ukuba mabati ngemvume yentliziyo banamatele KWINKOSI. Ngokuba ebeyindoda elungileyo, ezele NGUMOYA OYINGCWELE nalukolo. Saza isihlwele esikulu songezelelwa KWINKOSI.

Planos de Leitura e Devocionais gratuitos relacionados a Izenzo zabapostile 11:23-24