Logotipo da YouVersion
Ícone de Pesquisa

UMARKO 6:41-43

UMARKO 6:41-43 XHO96

Wazithatha uYesu ezo zonka zihlanu nezo ntlanzi zimbini, wathi, ekhangele ezulwini, wabulela, waziqhekeza izonka, wazinika abafundi bakhe, ukuba bazabele abantu. Kwanezo ntlanzi zimbini wazabela bona bonke. Batya ke bonke bahlutha. Kwaqokelelwa okuseleyo esonkeni nasentlanzini, kwazalisa iingobozi ezilishumi elinambini.

Ler UMARKO 6

Vídeos Relacionados

Planos de Leitura e Devocionais gratuitos relacionados a UMARKO 6:41-43