Logotipo da YouVersion
Ícone de Pesquisa

UMATEWU 18:2-3

UMATEWU 18:2-3 XHO96

UYesu wabizela umntwana kuye, wammisa phambi kwabo, wathi: “Ndithi kuni, inene, ukuba anithanga nijike nibe njengabantwana, anisoze nifikelele kumgangatho wabalawulwa nguThixo.

Ler UMATEWU 18

Imagem do Versículo para UMATEWU 18:2-3

UMATEWU 18:2-3 - UYesu wabizela umntwana kuye, wammisa phambi kwabo, wathi: “Ndithi kuni, inene, ukuba anithanga nijike nibe njengabantwana, anisoze nifikelele kumgangatho wabalawulwa nguThixo.