Logotipo da YouVersion
Ícone de Pesquisa

UMATEWU 15:18-19

UMATEWU 15:18-19 XHO96

Ke zona izinto ezithethwa ngomlomo, zisuka entliziyweni. Zezo zinto ke ezimenza angcole umntu. Kaloku ziphuma entliziyweni iingcamango ezimbi. Kusentliziyweni apho kuphuma khona ukubulala, ukukrexeza, ubuhenyu, ubusela, ukungqina ubuxoki, nokunyelisa.

Ler UMATEWU 15

Planos de Leitura e Devocionais gratuitos relacionados a UMATEWU 15:18-19