ULUKA 3:4-6
ULUKA 3:4-6 XHO96
njengoko kubhaliweyo kwincwadi *yomshumayeli uIsaya kusithiwa: “Kuvakala ilizwi lodandulukayo entlango, lisithi: “ ‘Yilungiseleleni indlela iNkosi, niyihlahlele umgaqo wayo. Mayiditywe yonke imifula, zidilizwe zonke iinduli neentaba. Mazenziwe zithi tye iindawo ezigoso, ziletyelwe ezinamatye. Bonke abantu baya kulubona usindiso oluvela kuThixo.’ ”





