Logotipo do App da Bíblia
Ícone de Pesquisa

UDANIYELI 2:20-22

UDANIYELI 2:20-22 XHO96

wathi: “Malidunyiswe igama likaThixo ngonaphakade kanaphakade, kuba bobakhe ubulumko namandla! Nguye umguquli wamaxesha neemeko; nguye obakhiqayo ookumkani, kanti ikwanguye obamisayo. Ngumvathisi wezilumko ngobulumko, azithi jize ngolwazi iingqondi. Nguye umtyhili weentsonkotha ezifihlakeleyo; nezisemnyameni izinto yena uyazazi. Ngenene yena ulikhaya lokukhanya.

Ler UDANIYELI 2

Planos de Leitura e Devocionais gratuitos relacionados a UDANIYELI 2:20-22