Logotipo da YouVersion
Ícone de Pesquisa

IGENESIS 20:6-7

IGENESIS 20:6-7 XHO75

Wathi uThixo kuye ngephupha, Nam ndiyazi ukuba uyenzé le nto ngentliziyo yakho igqibelele. Ndakunqanda nam, ukuba ungoni kum; ngenxa yoko andikuvumelanga ukuba umchukumise. Ngoko mbuyise umfazi wale ndoda, ngokuba ingumprofeti; yókuthandazela ukuba uphile; ukuba uthe akwambuyisa, yazi ukuba ùya kufa, wena nabo bonke onabo.

Ler IGENESIS 20

Vídeo para IGENESIS 20:6-7

Planos de Leitura e Devocionais gratuitos relacionados a IGENESIS 20:6-7