1
iZenzo iZenzo 22:16
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Ngoku ke ulibelelani na? Suk’ ume, ubhaptizwe, uhlambulule izono zakho, unqula igama leNkosi.
Comparar
Explorar iZenzo iZenzo 22:16
2
iZenzo iZenzo 22:14
Uthe ke yena, uThixo woobawo bethu ukumisile wena ukuba ukwazi ukuthanda kwakhe, umbone lowo uliLungisa, uve ilizwi eliphuma emlonyeni wakhe
Explorar iZenzo iZenzo 22:14
3
iZenzo iZenzo 22:15
ngokuba uya kuba lingqina lakhe kubo bonke abantu, lezinto ozibonileyo nozivileyo.
Explorar iZenzo iZenzo 22:15