KWABASEROMA 7:21-22
KWABASEROMA 7:21-22 XHO75
Ndifumana ngoko lo mthetho kum, ukuba kuthi, ndífuna ukukwenza okuhle, kusuke kubekho okubi kum. Kuba ndikholene nomthetho kaThixo ngokomntu ongaphakathi;