YouVersion logo
BibelLeseplanerVideoer
Få appen
Språkvelger
Søkeikon

Populære bibelvers fra I‐Genesise 19

1

I‐Genesise 19:26

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa umfazi wake wabeka ngomva emva kwake, waza waba sisimo setyuwa.

Sammenlign

Utforsk I‐Genesise 19:26

2

I‐Genesise 19:16

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kodwa wazilazila; ngako amadoda lawo abamba isandla sake, nesandla somfazi wake, nesandla sentombi zake zombini, UYEHOVA enobubele nje ngakuye, ampumisa endlwini, ambeka ngapandle kwesixeko.

Sammenlign

Utforsk I‐Genesise 19:16

3

I‐Genesise 19:17

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kwaza kwati, xeshekweni abebapumisele ngapandle kwesixeko, wati: Zisindise ngenxa yobomi bako; ungabeki ngasemva kwako, ungahlali nokuhlala kulo lonke itafa; sindela entabeni, ukuze ungabujiswa.

Sammenlign

Utforsk I‐Genesise 19:17

4

I‐Genesise 19:29

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

XHO1902A

Kwaye kute, nxa UTIXO watshabalalisa izixeko zasetafeni, wandula UTIXO wakumbula u‐Abrahame, wamku̔pa u‐Lote kwa pakati kwokucitakala, ekucitweni kwezixeko abehleli kuzo u‐Lote.

Sammenlign

Utforsk I‐Genesise 19:29

Forrige kapittel
Neste kapittel
YouVersion

Oppmuntrer og utfordrer deg til å søke nærhet med Gud hver dag.

Tjeneste

Om

Karrierer

Frivillig

Blogg

Presse

Nyttige lenker

Hjelp

Gi

Bibeloversettelser

Lydbibler

Bibelspråk

Dagens bibelvers


En digital tjeneste av

Life.Church
Norsk

©2026 Life.Church / YouVersion

PersonvernerklæringVilkår
Vulnerability Disclosure Program
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest