YouVersion logo
BibelLeseplanerVideoer
Få appen
Språkvelger
Søkeikon

Populære bibelvers fra KWABASEROMA 2

1

KWABASEROMA 2:3-4

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ùcinga na ke, mntundini ugweba abo bazenzayo izinto ezinjalo, ube usenza kwazona nawe, ukuthi, uya kusisaba na wena isigwebo sikaThixo? Okanye ùyabudela na ubutyebi bobubele bakhe, nonyamezelo, nokuzeka kade umsindo; ungazi ukuba ububele bukaThixo bukusa enguqukweni?

Sammenlign

Utforsk KWABASEROMA 2:3-4

2

KWABASEROMA 2:1

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kungoko ndithi, Akunakuziphendulela, mntundini ugwebayo, nokuba ùngubani; kuba ngokugweba omnye, uzigweba kwawena; kuba wena ugwebayo wenza kwaezo zinto.

Sammenlign

Utforsk KWABASEROMA 2:1

3

KWABASEROMA 2:11

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Kuba kuThixo akukho kukhetha buso.

Sammenlign

Utforsk KWABASEROMA 2:11

4

KWABASEROMA 2:13

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

kuba àsingabanela ukuba ngabaphulaphuli bawo umthetho, ábangamalungisa kuThixo; ngabenzi bawo umthetho abaya kugwetyelwa.

Sammenlign

Utforsk KWABASEROMA 2:13

5

KWABASEROMA 2:6

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

oya kuvuza ulowo nalowo ngokwemisebenzi yakhe

Sammenlign

Utforsk KWABASEROMA 2:6

6

KWABASEROMA 2:8

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

ke kwabo beyelenqe, bangayithambeliyo inyaniso, basuke bathambele intswelabulungisa, kuya kubakho umsindo nengqumbo

Sammenlign

Utforsk KWABASEROMA 2:8

7

KWABASEROMA 2:5

IZIBHALO EZINGCWELE

XHO75

Ke ùthi, ngokuba lukhuni kwakho, nentliziyo yakho engenanguquko, uziqwebele ingqumbo, ngemini yengqumbo nokutyhilwa komgwebo onobulungisa kaThixo

Sammenlign

Utforsk KWABASEROMA 2:5

Forrige kapittel
Neste kapittel
YouVersion

Oppmuntrer og utfordrer deg til å søke nærhet med Gud hver dag.

Tjeneste

Om

Karrierer

Frivillig

Blogg

Presse

Nyttige lenker

Hjelp

Gi

Bibeloversettelser

Lydbibler

Bibelspråk

Dagens bibelvers


En digital tjeneste av

Life.Church
Norsk

©2026 Life.Church / YouVersion

PersonvernerklæringVilkår
Vulnerability Disclosure Program
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest