1
KWABASEFILIPI 3:13-14
IBHAYIBHILE
XHO96
Hayi, mawethu, andizibaleli ekuthini sendizuzile, nto nje nantsi into endiyenzayo: ndithi ndizilibala izinto esezigqithile, nditsazele kwezo zingaphambili, ndixhinele entanjeni, ukuze ndilizuze ibhaso laphezulu asifunza kulo uThixo ngoYesu Krestu.
Bandingkan
Selidiki KWABASEFILIPI 3:13-14
2
KWABASEFILIPI 3:10-11
Inye kuphela ke into endiyifunayo: kukwazana noKrestu, ndize nam ndiweve ukusebenza kwawo amandla okuvuka kwakhe, ndibe nenxaxheba kwiimbandezelo zakhe, ndimanywe naye ekufeni kwakhe, ndinethemba lokuba nam ndovuswa ekufeni.
Selidiki KWABASEFILIPI 3:10-11
3
KWABASEFILIPI 3:8
Phofu asizizo zodwa, koko yonke into ndiyithatha njengelahleko mpela, kuba zonke izinto zigqithwa kude lee yinzuzo yokwazana noYesu Krestu iNkosi yam. Ndalahla yonke into ngenxa yakhe. Into yonke ndiyithatha njengomgquba ngenxa yokufuna ukuzuza uKrestu.
Selidiki KWABASEFILIPI 3:8
4
KWABASEFILIPI 3:7
Kodwa zonke ezo zinto ndandisithi ziyinzuzo, ngoku ndizithatha njengelahleko ngenxa kaKrestu.
Selidiki KWABASEFILIPI 3:7