Logo YouVersion
AlkitabPelanVideo
Dapatkan apl
Pemilih Bahasa
Ikon Carian

Ayat Alkitab yang Popular daripada KWABASEKOLOSE 1

1

KWABASEKOLOSE 1:13

IBHAYIBHILE

XHO96

Wasihlangula egunyeni lobumnyama, waza wasifudusela ekulawulweni nguNyana wakhe oyintanda

Bandingkan

Selidiki KWABASEKOLOSE 1:13

2

KWABASEKOLOSE 1:16

IBHAYIBHILE

XHO96

Iinto zonke zadalwa ngaye, ezulwini nasemhlabeni, ezibonakalayo nezingabonakaliyo. Zonke zivela kuye: ooziphathamandla namatshawe, oozilawuli noomagunya. UThixo walidala ngaye elidalela yena ihlabathi liphela.

Bandingkan

Selidiki KWABASEKOLOSE 1:16

3

KWABASEKOLOSE 1:17

IBHAYIBHILE

XHO96

Iinto zonke zingekabikho, yena wayekho kade. Nto zonke ziyondelelana zilungelelane kuye.

Bandingkan

Selidiki KWABASEKOLOSE 1:17

4

KWABASEKOLOSE 1:15

IBHAYIBHILE

XHO96

UKrestu yimbonakalo kaThixo ongabanokaliyo; ingqalo nentloko yayo yonke indalo.

Bandingkan

Selidiki KWABASEKOLOSE 1:15

5

KWABASEKOLOSE 1:9-10

IBHAYIBHILE

XHO96

Ngenxa yeso sizathu ke, ukususela mhla seva ngani, asiphezi ukunithandazela. Siyamcela uThixo ukuba aniphe ukuyazi intando yakhe, nibe nabo bonke ubulumko nokuqonda okuvela kuMoya. Ngoko ke niya kuba nako ukuziphatha ngendlela ethandekayo eNkosini, niyikholise ngeendlela zonke. Xa kunjalo ke ubomi benu buya kuqhama ziintlobo-ntlobo zemisebenzi elungileyo, nani nikhule ekumazini uThixo.

Bandingkan

Selidiki KWABASEKOLOSE 1:9-10

Pelan Bacaan dan Renungan percuma yang berkaitan dengan KWABASEKOLOSE 1

Bab Sebelumnya
Bab Seterusnya
YouVersion

Mendorong dan mencabar anda untuk mencari hubungan rapat dengan Allah setiap hari.

Pelayanan

Perihal

Kerjaya

Jadi Sukarelawan

Blog

Akhbar

Pautan Berguna

Bantuan

Menderma

Versi Alkitab

Alkitab Audio

Bahasa Alkitab

Ayat Hari Ini


Pelayanan Digital

Life.Church
Bahasa Melayu

©2026 Life.Church / YouVersion

Polisi PrivasiTerma
Program Pendedahan Kerentanan
FacebookTwitterInstagramYouTubePinterest