IDUTERONOMI 4:31
IDUTERONOMI 4:31 XHO75
Ngokuba nguThixo onemfesane uYehova uThixo wakho; akayi kukuyekela, akayi kukonakalisa, akayi kuwulibala umnqophiso wooyihlo awabafungelayo.