1
IDUTERONOMI 4:29
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
eningathi nimfune khona uYehova uThixo wenu, nimfumane, xa nithe naquqela kuye ngentliziyo yenu yonke, nangomphefumlo wenu wonke.
Харьцуулах
IDUTERONOMI 4:29 г судлах
2
IDUTERONOMI 4:31
Ngokuba nguThixo onemfesane uYehova uThixo wakho; akayi kukuyekela, akayi kukonakalisa, akayi kuwulibala umnqophiso wooyihlo awabafungelayo.
IDUTERONOMI 4:31 г судлах
3
IDUTERONOMI 4:24
Ngokuba uYehova uThixo wakho ungumlilo odlayo, unguThixo onekhwele.
IDUTERONOMI 4:24 г судлах
4
IDUTERONOMI 4:9
Kodwa zigcine, uwugcine umphefumlo wakho kunene, hleze uzilibale izinto azibonileyo amehlo akho; hleze zimke entliziyweni yakho yonke imihla yokuphila kwakho. Uze uzazise oonyana bakho, noonyana boonyana bakho
IDUTERONOMI 4:9 г судлах
5
IDUTERONOMI 4:39
Yazi ke namhla, ukunyàmekele ngentliziyo yakho, ukuba uYehova nguye uThixo emazulwini phezulu, nasehlabathini phantsi
IDUTERONOMI 4:39 г судлах
6
IDUTERONOMI 4:7
Ngokuba luluphi na uhlanga olukhulu, oluthixo usondeleyo kúlo, njengoYehova uThixo wethu, ekumbizeni kwethu konke?
IDUTERONOMI 4:7 г судлах
7
IDUTERONOMI 4:30
Ekubandezelekeni kwenu, zakunifumana zonke ezi zinto, ekupheleni kwemihla, nobuyela kuYehova uThixo wenu, niliphulaphule ilizwi lakhe.
IDUTERONOMI 4:30 г судлах
8
IDUTERONOMI 4:2
Ize ningongezi ezwini endiniwisela umthetho ngalo, ize ninganciphisi nto kulo, ukuze niyigcine imithetho kaYehova uThixo wenu, endiniwisela yona.
IDUTERONOMI 4:2 г судлах