1
I‐Levitikusi 18:22
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Akuyi kulala nendoda njengokuba kulalwa nomfazi: yintshontsho oku.
താരതമ്യം
I‐Levitikusi 18:22 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
2
I‐Levitikusi 18:23
Kanjalo akuyi kulala nasinye isilo, ukuba unco̔lelwe siso: nomfazi makangemi ebusweni besilo, kuze kulalwe pantsi kuso: yinto ebugeza le.
I‐Levitikusi 18:23 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
3
I‐Levitikusi 18:21
Nakuyo inzalo yako akuyi kunika namnye ukuba adluliswe emlilweni pambi kwo‐Moleke; negama LOTIXO wako akuyi kulidyoba: mna ndi NGUYEHOVA.
I‐Levitikusi 18:21 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക