1
I‐Kesodusi 14:14
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
UYEHOVA uya kunilwela, noba niti tu nina.
താരതമ്യം
I‐Kesodusi 14:14 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
2
I‐Kesodusi 14:13
Koko wati u‐Mosesi ebantwini: Ningoyiki, yimani, nibone usindiso LUKAYEHOVA, aya kunenzela namhla nje; ngokuba ama‐Jipete eniwabonileyo namhla nje, ningasayi kupinda ukuwabona kude kube ngunapakade.
I‐Kesodusi 14:13 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
3
I‐Kesodusi 14:16
uze wena upakamise intonga yako, usolule isandla sako ngapezu kwolwandle, ulucande: lwoti usapo luka‐Sirayeli luye pakati kwolwandle pezu kwowomileyo umhlaba.
I‐Kesodusi 14:16 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക
4
I‐Kesodusi 14:31
Kanjalo babona o‐Sirayeli lowomsebenzi umkulu, owayewenzile UYEHOVA pezu kwama‐Jipete; baye abantu besoyika UYEHOVA, bakolwa NGUYEHOVA nokukolwa, nangu‐Mosesi isicaka sake.
I‐Kesodusi 14:31 പര്യവേക്ഷണം ചെയ്യുക